Mark 12:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sinike, singaniki, kusinina? Kodwa yena ebazi ubuhanahaniso babo, wati kubo: Yinina ukuba nindilinge? ndiziseleni idenari, ukuze ndi yi bone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku yena, ekwazi ukuhanahanisa kwabo, wathi kubo, Nindilingelani na? Ndiziseleni idenariyo, ndiyibone.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sirhole, okanye masingaphi? Ke yena, ekwazi ukuhanahanisa kwabo, wathi kubo, Nindilingelani na? Ndiziseleni idenariyo, ndiyibone.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena, ekwazi ukuhanahanisa kwabo, wathi kubo: “Nindilingelani na? Ndiziseleni imali ndiyibone.”