Mark 12:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bekuko abazalwana abasixe̔nxe: waza owokuqala wazeka umfazi, wati ebuba nje akashiya nzalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku bekukho abazalwana abasixhenxe. Wathi owokuqala wazeka umfazi; waza akufa akashiya mbewu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bekukho abantu abasixhenxe bezalana; waza owokuqala wazeka umfazi, wafa akashiya mbewu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwakukho oonyana bomntu abasixhenxe, yaza inkulu yazeka umfazi, yasweleka ingenabantwana.