Mark 12:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bamzeka ke abasixe̔nxe, bengashiyanga nzalo. Emveni kwabo bonke wafa nomfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamzeka ke bosixhenxe; abashiya mbewu. Ekugqibeleni kwabo bonke, wafa naye umfazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamzeka ke bosixhenxe; abashiya mbewu. Ekugqibeleni kwabo bonke, wafa naye umfazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bosixhenxe, kodwa abashiya mntwana. Emva kwabo bonke wasweleka naye umfazi.