Mark 12:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako eluvukweni, xeshekweni babuya bavuke, woba ngumfazi wawupina kubo? ngokuba abasixe̔nxe bebenaye engumfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko eluvukweni, uya kuba ngumfazi wawuphi na kubo? kuba babenaye bosixhenxe engumfazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko eluvukweni, uya kuba ngumfazi wawuphi na kubo? kuba bosixhenxe babenaye engumfazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko eluvukweni lwabafileyo uya kuba ngumfazi wawuphi kubo? Kuba kaloku bosixhenxe babemthathile.”