Mark 12:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu, akubona ukuba upendule ngobutelekelelo, wati kuye: Akukude kubo ubukumkani bukatixo. Kwaza akwabi sabiko mntu onokukalipa kwokumbuza nto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu embonile ukuba uphendule ngengqiqo, wathi kuye, Akukude wena ebukumkanini bukaThixo. Akwaba sabakho mntu ubenobuganga bakumbuza nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu embonile ukuba uphendule ngengqiqo, wathi kuye, Akukude wena ebukumkanini bukaThixo. Akwabakho namnye waba nabuganga bakumbuza nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu embonile ukuba uphendule ngengqiqo, wathi kuye: “Akukude wena ekulawulweni nguThixo.” Emva koko akwaba sabakho mntu unobuganga bakumbuza nto.