Mark 12:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Davide ngokwake ebesitsho ngomoya oyingcwele ukuti: Wati uyehova kwinkosi yam: Hlala ngasekunene kum, ndide ndenze intshaba zako zibe sisitulo senyawo zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uDavide ngokwakhe wathi ngoMoya oyiNgcwele, Yathi iNkosi eNkosini yam, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uDavide ngokwakhe wathi ngoMoya oyiNgcwele, Yathi iNkosi eNkosini yam, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uDavide ngokwakhe, ekhokelwa nguMoya oyiNgcwele, wathi: “ ‘Yathi iNkosi eNkosini yam: Hlala ngakum kweli wonga lo gama ndikoyisela iintshaba zakho.’