Mark 13:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU akupuma etempileni, omnye wakubadisipile bake wati kuye: Mfundisi! kangela, amatye anjanina, nezakiwo ezinjanina!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakubon ukuba uyaphuma etempileni, uthi omnye umfundi wakhe kuye, Mfundisi, uyawabona na la matye angaka, nezi zakhiwo zingaka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakubon’ ukuba uyaphuma etempileni, uthi omnye umfundi wakhe kuye, Mfundisi, uyawabona na la matye angaka, nezi zakhiwo zingaka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke uYesu wayephuma *endlwini kaThixo, omnye umfundi wakhe wathi kuye: “Mfundisi, uyawabona la matye angaka, nezi zakhiwo zingaka?”