Mark 13:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti umzalwana anikele umzalwana ekufeni, noyise wonikela umntwana; kanjalo abantwana baya kusukela abazali, babafise:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, umzalwana uya kunikela umzalwana ekufeni, aze uyise anikele umntwana, bathi nabantwana bavukelane nabazali, bababulalise;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku umzalwana uya kunikela umzalwana ekufeni, aze uyise anikele unyana; bathi nabantwana bavukelane nabazali, bababulalise;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku oonyana bomntu omnye baya kunikelana ekufeni, aze uyise anikele umntwana wakhe, baze nabantwana bavukele abazali, bababulale.