Mark 13:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku xeshekweni niyibonayo into ezondekileyo yokuci̔takalisa, ekwatetwa ngayo ngu‐Danyeli umprofite, imi apo ingafaneli ukuma kona; (oleseshayo makaqonde;) mabati oko abo base‐Judeya basabele ezintabeni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, xa nithe nalibona isikizi lesiphanziso, ekwakuthethwa lona ngoDaniyeli umprofeti, limi apho lingamele kuba khona (olesayo makaqiqe), mabathi ngelo xa abo bakwaYuda basabele ezintabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, xa nithe nalibona isikizi lesiphanziso, ekwakuthethwa lona ngoDaniyeli umprofeti, limi apho lingamele ukuba likhona (umfundi makaqiqe), ngelo xesha mabathi abo bakwelakwaYuda basabele ezintabeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku, xa nithe nalibona ‘isikizi elimanyumnyezi, mhla ngophanziso,’ lilapho lingamelwe kukuba khona (ofundayo makaqiqe), mabathi ngelo xesha abakwelakwaJuda babalekele ezintabeni.