Mark 13:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai kodwa ubunzima babo abamitiyo nabanyisayo kuleyomihla!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha ke, abamithiyo nabanyisayo ngaloo mihla!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha ke, abamithiyo nabanyisayo ngaloo mihla!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke kwabanzima nabadlezana ngaloo mihla!