Mark 13:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba imihla leyo iya kuba yimbandezelo, ekungabangako enjalo kwa sekuqaleni kwokudalwa akudalileyo utixo kwada kwakaloku, nekungayi kuza kubeko enjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba yona loo mihla iya kuba yimbandezelo, engazanga ibekho enjalo kwasekuqalekeni kwendalo awayidalayo uThixo, kwada kwakalokunje; engasayi kubuya ibekho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba yona loo mihla iya kuba yimbandezelo, engazanga ibekho enjalo kwasekuqalekeni kwendalo awayidalayo uThixo, kwada kwakalokunje;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba ngaloo mihla kuya kubakho imbandezelo engazange ibekho ukususela ekudalweni kwendalo nguThixo, kude kube ngoku, kwaye ingasayi kuphinda ibekho enjalo.