Mark 13:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nenkwenkwezi zezulu ziya kuwa ku lo, namandla asezulwini aya kuzanyazanyiswa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zithi neenkwenkwezi zezulu zivuthuluke; athi mamandla asemazulwini azanyazanyiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iinkwenkwezi zezulu ziya kuwa, athi namandla asezulwini azanyazanyiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
zithi neenkwenkwezi zivuthuluke ezulwini, nako konke okunamandla esibhakabhakeni kudunga-dungeke.