Mark 13:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwandul’ ukubonwa unyana wesintu esiza emafini, enamandla amakulu nobungcwalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kumbona ke ngelo xesha uNyana woMntu esiza esemafini, enamandla amakhulu nobuqaqawuli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kumbona ke ngelo xesha uNyana woMntu esiza esemafini, enamandla amakhulu nobuqaqawuli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kumbona ke ngelo xesha *uNyana woLuntu esiza esemafini, enamandla amakhulu nobuqaqawuli.