Mark 13:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumkani, papamani nitandaze; ngokuba ningalazi ixesha ukuba liba ninina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lumkani, musani ukulala, thandazani. Kuba anilazi ukuba linini na ixesha elo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lumkani, hlalani nilindile, nithandaze; ngokuba anilazi ukuba linini na ixesha elo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lumkani ke ningozeli, kuba anazi ukuba lofika nini na ixesha elo.