Mark 13:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sixelele, zobako ninina ezizinto? kanjalo woba yinto nina umqondiso, xeshekweni zonke ezizinto ziza kufezwa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto, nokuba uya kuba yini na umqondiso, xa zonke ezo zinto ziza kupheliswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto? uya kuba yini na umqondiso, xa zonke ezo zinto ziya kuzaliseka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto, nokuba uya kuba yintoni na umqondiso wokuzalisekiswa kwazo.”