Mark 13:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Yesu ebapendula waqala ukuti: Lumkani, ize ningalahlekiswa mntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaphendula ke uYesu waqala ukuthi, Lumkani ningalahlekiswa bani;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaphendula uYesu waqala ukuthi, Lumkani ningalahlekiswa mntu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wabaphendula uYesu wathi: “Lumkani ningalahlekiswa bani,