Mark 13:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abaninzi beya kuza egameni lam, besiti: Mna ndinguye; baze balahlekise abaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi banguye uKristu, balahlekise into eninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi, banguye uKristu; balahlekise abantu abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi banguye *uKrestu, balahlekise into eninzi yabantu.