Mark 13:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa xeshekweni nizivayo imfazwe, namaṙe emfazwe, ningabi navuso; ngokuba ezizinto zifanele ukuhla; kodwa ukupela akukabiko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa nithe neva iimfazwe namarhe eemfazwe, musani kuba navuso; kuba ezo zinto zimelwe kukuhla, ukanti kona ukuphela akukabikho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa nithe neva iimfazwe namarhe eemfazwe, musani kuba navuso; kanti kona ukuphela akukabikho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nithe neva ngeemfazwe nangamarhe eemfazwe, ze ningoyiki, kuba ezo zinto zimelwe kukubakho, kanti ke akukabi kuko ukuphela oko.