Mark 13:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uhlanga luya kuvukela uhlanga, nobukumkani buya kuvuk ela ubukumkani; zaziya kubako izingcangcazelo zomhlaba ngendawo ngendawo; zobako kanjalo indlala nezipitipiti: ziziqalo zenimba ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo; kuya kubakho neendlala neenkathazeko;ziingqaleko ke zenimba ezo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo; kuya kubakho neendlala neenkathazeko; ziingqaleko ke zenimba ezo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo, kubekho neendlala. Kunjengokuqala kwenimba ke oko.