Mark 14:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ke bona bakuva, bavuya, bambekela ngedinga lokuba baya kumnika imali. Waza wafuna ukuba angati nina ukumngcatsha ngexesha elifanelekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ke bona bakuva bavuya; bambeka ngedinga lokumnika imali. Wayefuna ukuba angathini na ukumnikela ngexesha elimlungeleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuva ke oko, bavuya, bamthembisa ngokumnika imali. Wayefuna ukuba angathini na ukumnikela ngexesha elimlungeleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi bona bakuva bavuya, bamthembisa ngemali. Yena ke wahlala efuna ithuba lokuba amnikele.