Mark 14:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bapuma abadisipile bake, bangena esixekweni, bafumana njengokuba ebetshilo kubo, bayilungisa ipasika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphuma abafundi bakhe abo, baya kungena kuwo umzi, bafumana kunjengoko wayebaxelele, bayilungisa ipasika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphuma abafundi bakhe abo baya kungena kuwo umzi, bafumana kunjengoko wayebaxelele, bayilungisa ipasika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahamba abo bafundi, baya kungena esixekweni, bafika kunjengoko wayetshilo, bayilungiselela iPasika.