Mark 14:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kwakuhlwa weza nabalishumi linababini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi kwakuhlwa, eze nabalishumi elinababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kwakuhlwa, eze nabalishumi elinababini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuhlwa, wafika uYesu, enabafundi bakhe abalishumi elinambini.