Mark 14:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa babe behleli pantsi besitya nokutya, wati u‐Yesu: Ngokwenene nditi kuni: Omnye wakuni wondingcatsha, lowo utyayo kunye nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakubon ukuba bahleli, bayadla, wathi uYesu, Inene, ndithi kuni, omnye kuni aba uya kundingcatsha, lowo ke udla nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubon’ ukuba bahleli, bayadla, wathi uYesu, Inene, ndithi kuni, omnye kuni aba uya kundingcatsha, lowo ke udla nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuba behleli besitya, uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, omnye kuni apha, nina nityayo kunye nam, uya kundingcatsha.”