Mark 14:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baqala ukuba lusizi ke, nokuti kuye omnye ngomnye: Ndim na? wati nomnye: Ndim na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baqala ke ukuba buhlungu, nokuthi kuye ngabanye, Ingaba ndim, yini na? Nomnye wathi, Ingaba ndim, yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baqala ke ukuba buhlungu, nokuthi kuye ngabanye, Ingaba ndim, yini na? Wathi omnye, Ingaba ndim na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza ke baba buhlungu, besithi kuye ngabanye ngabanye: “Ngaba iya kuba ndim na? Ngaba iya kuba ndim na?”