Mark 14:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa bebesitya, watabata u‐Yesu isonka, wabulela, waqezula, wabanika, wati: Tabatani, nitye; esi singumzimba wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakubon ukuba bayadla, uYesu wathabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika, wathi, Thabathani nidle;ngumzimba wam lo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubon’ ukuba bayadla, uYesu wasithabatha isonka, wathi akusikelela, waqhekeza, wabanika, wathi, Thabathani nidle; ngumzimba wam lo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa babesitya, uYesu wathatha isonka, wabulela, wasiqhekeza, wabanika, wathi: “Thathani nitye; ngumzimba wam lo.”