Mark 14:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watabata u‐Petrosi no‐Yakobi no‐Johane kunye naye, waqala ukubetwa livuso nokudandateka kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
athabathe naye uPetros noYakobi noYohane. Waqala ukuqhiphuka umbilini, nokudandatheka kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha uPetros noYakobi noYohane, waqala ukuba buhlungu nokudandatheka kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahamba noPetros noYakobi noYohane, waza wangenwa luvalo, wadandatheka kakhulu,