Mark 14:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza waya umganyana ngapambili, wawa pantsi emhlabeni, watandaza ukuba makuti, ukuba kungenzeka, kudlule kuye loyure.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ehambele phambili umganyana, wawa emhlabeni, wathandazela, ukuba kunokwenzeka, lidlule kuye ilixa elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ehambele phambili umganyana, wawa emhlabeni, wathandazela, ukuba kunokwenzeka, lidlule kuye ilixa elo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ehambele phambili umganyana ke, wawa emhlabeni, wathandazela ukuba loo ndebe ikrakra idlule kuye ukuba kunokwenzeka.