Mark 14:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabesiti: Aba, Bawo! zonke izinto ziyenzeka kuwe; susa lendebe kum: kodwa makungabi ngokutanda kwam, makube ngokwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi, Abha, Bawo, zonke izinto zinokwenzeka kuwe;yigqithise kum le ndebe; noko ke makungabi kokuthandwa ndim, makube kokuthandwa nguwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi, Abha, Bawo, zonke izinto zinokwenzeka kuwe; yigqithise kum le ndebe; noko ke makungabi kokuthandwa ndim, makube kokuthandwa nguwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayesithi ke: “Bawo, wena akuxakwa nto. Yisuse kum le ntlungu. Noko ke, makungabi kokuthandwa ndim, makube kukuthanda kwakho.”