Mark 14:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabuya, wabafumana belele kanjako; ngokuba amehlo abo ebenzima; bebengazi ukuba boti nina ukumpendula kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe akubuya, wabafumana bebuye balala; kuba amehlo abo ayenzima bubuthongo; baye bengazi into abangamphendula yona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe akubuya wabafumana bebuye balala, kuba amehlo abo ayenzima bubuthongo; baye bengazi into abangamphendula yona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi akubuya wabafumana belele, kuba babesoyiswa bubuthongo. Bona ke baxakwa kukumphendula.