Mark 14:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu wati: Myekeni; yinina ukuba nimkataze? umsebenzi olungileyo uwenzile kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uYesu, Myekeni; nimaphulelani na? Usebenze umsebenzi omhle kum;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu, Myekeni; yini na ukuba nimkhathaze? Undenzele umsebenzi omhle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi: “Myekeni; nimkhathazelani? Úndenzele into entle.