Mark 14:61 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko wati tu, engapendulanga nto. Wabuya umperisite omkulu wambuza, wati kuye: Unguye na u‐Kristu, unyana wodumisekileyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlala ke yena wathi tu, akaphendula nento. Wabuya umbingeleli omkhulu wambuza, wathi kuye, Unguye na uKristu, uNyana waLowo ungowokubongwa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahlala wathi tu, akaphendula. Wabuya umbingeleli omkhulu wambuza, wathi kuye, Unguye na uKristu, uNyana waLowo ungowokubongwa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena wahlala wathi tu, akaphendula. Waphinda umbingeleli omkhulu wambuza esithi: “Unguye na *uKrestu, uNyana walowo ungowokubongwa?”