Mark 14:64 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nikuvile ukugxeka kwake; niti nina ke? Baza bonke bamgweba ngokuti unetyala lokuba afe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nikuvile ukunyelisa; kunjani kuni nina? Bamgweba ke bonke ukuba unetyala lokuba afe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nikuvile ukunyelisa; nithini na nina? Bamgweba ke bonke ukuba unetyala lokuba afe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nikuvile ukunyelisa kwakhe. Nithini na nina?” Bamgweba ke bonke ukuba unetyala, besithi ufanele ukufa.