Mark 14:69 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saza isicakazana sabuya sambona, saqala ukuti kwabo babemi kufupi: Lo ungowakubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umkhonzazana ubuye wambona, waqala ukuthi kwabo babemi khona, Lo ngowakubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda umkhonzazana wambona, waqala ukuthi kwababemi khona, Lo ngowakubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isicakazana eso siphinde sambona, saza sathi kwabo babemi khona: “Lo ngomnye wabo.”