Mark 14:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ninawo amahlwempu futi ekuni; kanjalo wona ningawenzela okulungileyo, nxa nitanda ukwenje njalo; kanti aninam futi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba amahlwempu lawo nihleli ninawo, nize xa sukuba nithanda, nibe nako ukuwenzela okulungileyo; ke mna anihleli ninam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amahlwempu lawo nihleli ninawo, nize xa sukuba nithanda, nibe nako ukuwenzela okulungileyo; ke mna anihleli ninam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku amahlwempu lawo nihleli ninawo: nanini na nakuthanda ningawanceda. Mna ke anihleli ninam.