Mark 14:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko wabenako lo, wenzile ngako; umzimba wam uwutambisele ukuncw̔atywa kwam ngokupangela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena ukwenzile abenako; uphange weza wawuthambisela ukungcwatywa umzimba wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena ukwenzile abenako; uphange weza wawuthambisela ukungcwatywa umzimba wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le ntokazi yenze loo nto ibinokuyenza. Umzimba wam iwuthambisele ukungewatywa kwangaphambili.