Mark 15:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesazi ukuba abaperisite abakulu bebemnikele ngomona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ebesazi ukuba ababingeleli abakhulu abo bamnikele ngomona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ebesazi ukuba ababingeleli abakhulu abo bamnikele ngomona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayesazi ukuba ababingeleli abaziintloko bamnikele ngomona uYesu.