Mark 15:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ke u‐Pilati, wabuya wati kubo: Pofu nifuna ukuba nditi nina kulowo niti ungukumkani wama‐Juda?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya waphendula ke uPilato, wathi kubo, Ninga ndingamenzani na ngoko lowo nithi nguKumkani wamaYuda?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda waphendula ke uPilato, wathi kubo, Ningamenza ntoni na ke ngoko kulowo nithi unguKumkani wamaYuda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda wabuza uPilato, esithi: “Ndimthini na ke lowo nina nithi ngukumkani wamaJuda?”