Mark 15:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Pilati wabesiti kubo: Wenze ukukohlakala kunina pofu? Kodwa badanduluka kakulu ngakumbi, besiti: Mkuruseshe yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uPilato kubo, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bancamisayo ukunkqangaza, besithi, Mbethelele emnqamlezweni!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uPilato kubo, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bancamisayo ukunkqangaza, besithi, Mbethelele emnqamlezweni!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke kubo uPilato: “Kuba enze bubi buni na?” Kodwa kwaba kukhona bankqangazayo, besithi: “Mbethelele emnqamlezweni!”