Mark 15:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aqala ukumbulisa, esiti: A, kumkani wama‐Juda!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
aqale ukumbulisa, athi, Aa! Kumkani wamaYuda!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza bathi kuye, Vuya, Kumkani wamaYuda!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
aza akhahlela esithi: “Aa, kumkani wamaJuda!”