Mark 15:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Pilati wambuza, esiti: Ungukumkani wama‐Juda na? Wapendula wati kuye: Utsho wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPilato wambuza esithi, Unguye na ukumkani wamaYuda?Waphendula ke yena wathi kuye, Nawe utsho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambuza ke uPilato, esithi, Wena unguye na uKumkani wamaYuda? Waphendula ke wathi kuye, Nawe utsho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPilato wambuza esithi: “Unguye na ukumkani wamaJuda?” Waphendula yena wathi kuye: “Nawe utsho.”