Mark 15:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
amnika iveyine ipitikeziwe nemore, ukuba asele; koko engayamkelanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ayemnika iwayini enemore, ukuba ayisele; kodwa akayamkelanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayemnika iwayini enemore, ukuba ayisele; kodwa akayamkelanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho ke amnika iwayini enesiyobisi, kodwa akavumanga ukuyisela.