Mark 15:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye besiti inxenye yabemi kufupi, bakuva: Bona ke, uyabiza u‐Elija.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inxenye yababemi khona yakuva yathi, Yabonani, ubiza uEliya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inxenye ke yababemi khona yakuva yathi, Niyabona, ubiza uEliya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithe ke inxenye yababekho, yakukuva oko, yathi: “Yivani, ubiza uEliya.”