Mark 15:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wagidima ke omnye, waya wazalisa ikepekepe ngeyasine, walifaka engcongolweni, wamseza, esiti: Yekani, masibone ukuba uyeza na u‐Elija ukuza kumtula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagidima ke omnye, wazalisa imfunxa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza, esithi, Khanenze kuhle, khe sibone ukuba uEliya woza kumthula na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagidima ke omnye, wazalisa imfunxa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza, esithi, Khaniyeke; Makhe sibone ukuba uEliya uza kumthula na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabaleka omnye, wazalisa imfunxa ngewayini emuncu, wayibeka engcongolweni, wamseza, esithi: “Kahleni, khe sibone ukuba uEliya woza kumthula na.”