Mark 15:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko nabafazi bebonela bekude, owayeko pakati kwabo no‐Mariya wase‐Magadala, kwa no‐Mariya unina bo‐Yakobi omncinane no‐Jose, no‐Salome,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye ke kukho nabafazi, bekhangele bemgama; kubo apho wayenguMariya waseMagadala, noMariya unina wooYakobi omnci nokaYose, kwanoSalome;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakukho ke nabafazi, bekhangele bemgama; phakathi kwabo kwakukho uMariya waseMagadala, noMariya unina wooYakobi omnci nokaYose, kwanoSalome;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakukho nabafazi, bekhangele bemgama. Kubo apho kwakukho uMariya waseMagadala, noMariya unina kaYakobi omncinci noYose, ekho noSalomi.