Mark 15:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Mariya wase‐Magadala, no‐Mariya unina ka‐Jose, bebebonela apo wayebekelwa kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ke ooMariya waseMagadala, noMariya unina kaYose, bebona apho wayebekwe khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babona ke ooMariya waseMagadala, noMariya unina kaYose, apho wayebekwe khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babona ke ooMariya waseMagadala noMariya unina kaYose apho wayebekwe khona uYesu.