Mark 15:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu akasapendula nto; wada wati nqa u‐Pilati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke uYesu akabanga saphendula nto yena, ngokokude amangaliswe uPilato.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uYesu akabanga saphendula nto; ngokokude amangaliswe uPilato.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noko ke uYesu akaphendulanga nento le, ngokokude amangaliswe uPilato.