Mark 15:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko umntu okutiwa ngu‐Baraba, enxityiwe ndawonye nabo babesenza impitimpiti kunye naye, abebete kulompitimpiti benza umbulalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye kukho ke obekuthiwa nguBharabhas, ebotshwe ndawonye nabanye abenzi besaqunge, ababulalayo nokubulala esaqungeni apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kukho ke obekuthiwa nguBharabhas, ebotshwe ndawonye nabanye abenzi besaqunge, ababulalayo nokubulala esaqungeni apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kwakukho mbanjwa uthile unguBharabha owayebanjwe kunye nabanye abenzi besaqunge, ababebanjwe ngokubulala xa kwakukho isidubedube.