Mark 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WATI kekaloku, nxa sekuntsuku, wabuya wangena e‐Kapenayume; kwaye kuvakala ke ukuba usendlwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakuba ntsuku, wabuya wangena eKapernahum; kwavakala ukuba usekhaya,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakuba ntsuku, wabuya wangena eKapernahum; kwavakala ukuba usendlini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuba ntsuku, uYesu wabuyela eKapernahum; kwavakala ukuba usekhayeni lakhe.