Mark 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wapuma wabuya waya ngaselwandle; sati sonke isihlwele seza kuye, wabafundisa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya waphuma waya ngaselwandle, saye sonke isihlwele sisiza kuye; wayebafundisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya waphuma waya ngaselwandle; zaye zisiza kuye zonke izihlwele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wabuya waphuma waya ngaselwandle. Kwaza ke kwahlanganisana isihlwele ngakuye, wasifundisa.