Mark 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Yesu kubo: Usapo lwenkambili yomtshakazi lungazila ukutya na, oko umyeni analo? lonke ixesha lusenaye umyeni enalo, alungezile kutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYesu kubo, Banako yini na abegumbi lomtshakazi ukuzila ukudla, xa anabo umyeni? Lo gama wonke asekubo umyeni, abanako ukuzila ukudla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYesu kubo, Banako yini na abegumbi lomtshakazi ukuzila ukudla, xa anabo umyeni? ngalo lonke ixesha basenabo umyeni, abanako ukuzila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kubo: “Ngaba abakhaphi bomyeni bangakuzila na ukutya lo gama umyeni asekunye nabo? Nakanye! Ngalo lonke ixesha asephakathi kwabo umyeni, abangekhe bakuzile!